Eyasentlango 11:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku phakathi kwamaSirayeli kwakukho ingxubevange yabantu. Bona ke basuka bangenelwa kukurhala, aza namaSirayeli angenelela, akhalaza athi: “Awu, akwaba besinokukhe sifumane inyama!

Eyasentlango 11

Eyasentlango 11:1-11