Eyasentlango 11:34-35 Ibhayibhile (XHO96)

34. Ngoko ke igama laloo ndawo kwathiwa yiKibroti-hatava, kuba bangcwatywa apho abantu ababebawela inyama.

35. Ukusuka apho ke amaSirayeli aya kugaleleka eHazeroti, apho afika anqumama khona.

Eyasentlango 11