Eyasentlango 11:28 Ibhayibhile (XHO96)

Ke yena uYoshuwa, unyana kaNune, owayelihlakani likaMosis kwasebutsheni bakhe, wabhekisa kuMosis wathi: “Banqande, nkosi yam, bangashumayeli!”

Eyasentlango 11

Eyasentlango 11:18-35