Eyasentlango 11:12 Ibhayibhile (XHO96)

Kakade, ngaba bakhawulwa ndim? Hayi kaloku, àbazalwa ndim; ngani ke ukuba uthi mandibasingathe oku kwempelesi egcina usana, ndibase kwelo lizwe wabathembisa ngalo ngesifungo ooyise-mkhulu?

Eyasentlango 11

Eyasentlango 11:10-15