Eyasentlango 1:5-15 Ibhayibhile (XHO96)

Nanga ke amagama ezo nkulu zakhethelwa lo msebenzi: Indlu Inkulu KwaRubhen uElizure kaShedeyure KwaSimon uShelumiyeli kaZurishadayi KwaJuda uNashon ka-Aminadabhi KwaIsakare uNataniyeli kaZuware KwaZebhulon uEliyabhi kaHelon KwaEfrayim (kaJosefu) uElishama ka-Amihudi KwaManase (kaJosefu) uGamaliyeli kaPedazure KwaBhenjamin uAbhidan kaGidiyoni KwaDan uAhiyezere ka-Amishadayi Kwa-Ashere uPagiyeli kaOkran KwaGadi uEliyasafu kaDuweli KwaNafetali uAhira kaEnan

Eyasentlango 1

Eyasentlango 1:1-17