Ekayakobi 5:10 Ibhayibhile (XHO96)

Nanku ke umzekelo, mawethu: ndixela *abashumayeli bamandulo, abo babethetha egameni leNkosi. Bona mababe ngumzekelo wenu wokunyamezela ngomonde naxa kunzima.

Ekayakobi 5

Ekayakobi 5:7-11