Ekayakobi 3:7 Ibhayibhile (XHO96)

Uluntu luyakwazi ukuzilulamisa zonke iintlobo zezidalwa – ezizitho zine kwaneentaka, ezirhubuluzayo kwanezaselwandle – yaye lukholisile ukwenjenjalo.

Ekayakobi 3

Ekayakobi 3:3-13