Ekayakobi 3:5 Ibhayibhile (XHO96)

Lukwanjalo ke nalo ulwimi, nakuba luluncinci kangaka nje – luyagwagwisa kakhulu.Mhlawumbi makhe senze umzekelo ngehlathi: noba selilikhulu kangakanani na lingátshiswa yintlantsana nje yomlilo.

Ekayakobi 3

Ekayakobi 3:3-6