Ekayakobi 3:15-18 Ibhayibhile (XHO96)

15. Obu bulumko abuveli phezulu, koko bobehlabathi, bobeenkanuko, bobukaSathana.

16. Ke apho kukho umona nokuzigwagwisa kuba nguqulukubhode nazo zonke iintlobo zeentlondi.

17. Kodwa ke bona ubulumko obuvela phezulu bumsulwa; bunolungelelwano, nobubele, buyazelelela. Bona bunovelwano, yaye buvelisa imisebenzi emihle; abunamkhethe naluhanahaniso.

18. Ke bona abahlwayeli boxolo abaseluxolweni bavuna ubulungisa.

Ekayakobi 3