Ekayakobi 2:23 Ibhayibhile (XHO96)

Esi senzo sazalisekisa amazwi *eziBhalo athi: “UAbraham wakholwa kuThixo, waza ngenxa yokholo wenziwa ilungisa.” Kwenye indawo ubizwa ngokuba ngumhlobo kaThixo.

Ekayakobi 2

Ekayakobi 2:16-26