Ekayakobi 1:11 Ibhayibhile (XHO96)

Yona ithi lakuvela ilanga liyigqatse, ibune, kuphele nokubukeka kwayo. Nesinhanha siya kutshabalala naso ngoku kanye sisaxakeke yimicimbi yaso.

Ekayakobi 1

Ekayakobi 1:4-20