Ekajuda 1:11 Ibhayibhile (XHO96)

Yini le, bagabadele! Basekhondweni likaKayen. Bazintywilisele esonweni, khon' ukuze bazuze imali njengoBhalam. KwanjengoKora owayengafuni ukulawulwa, nabo bayagwayimba. Ngoko ke baya kutshabalala njengaye.

Ekajuda 1

Ekajuda 1:3-19