Amava Engqondi 9:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ezintweni zonke ezenzeka apha phantsi kwelanga eyona imbi yile yokuba kubo bonke isiphelo sabo sinye. Iintliziyo zoonyana babantu zizele bububi; bubugeza ezintliziyweni zabo lo gama besadla ubomi – ze kuthi kamva baye kwelabafileyo.

Amava Engqondi 9

Amava Engqondi 9:1-7