Amava Engqondi 9:10 Ibhayibhile (XHO96)

Nawuphi na umsebenzi owubambileyo ngezandla zakho wenze ngamandla akho onke; kuba kaloku akwenziwa nto, akucingwa, kungekho lwazi nabulumko engcwabeni, apho wena uya khona.

Amava Engqondi 9

Amava Engqondi 9:8-16