Amava Engqondi 8:14 Ibhayibhile (XHO96)

Ewe, ikho into engamampunge eyenzekayo kweli hlabathi: maxa wambi amalungisa azuza isohlwayo sezikhohlakali, zize zona izikhohlakali zifumane indwe yamalungisa! Ndithi kwanaloo nto ngamampunge!

Amava Engqondi 8

Amava Engqondi 8:5-17