Amava Engqondi 8:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ewe, ndibabonile abantu abakhohlakeleyo bengcwatywa, bathi shwaka, kanti ke nâbo bangena bephuma endlwini kaThixo besenza ubulungisa, kwanabo bayalityalwa esixekweni. Ewe, kwanaloo nto ngamampunge!

Amava Engqondi 8

Amava Engqondi 8:3-13