Amava Engqondi 7:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Igama elihle lilungilengaphezu kwamafutha aqholiweyo.Umhla wokufa ulungile kunomhla wokuzalwa.

2. Kungcono uye emzini onesililo kunokuya emzini onetheko,kuba kaloku ukufa sisiphelo sabantu bonke.Ngoko ke abantu ngebeyithathela ingqalelo le nto.

Amava Engqondi 7