Amava Engqondi 6:3 Ibhayibhile (XHO96)

Umntu noba anganekhulu labantwana, aphile imihla emininzi, phofu angabuxhamli ubumnandi bobomi, angènzelwa umngcwabo onguwo, mna ndithi akunani kwaumntwana ovele engasekho kunaye.

Amava Engqondi 6

Amava Engqondi 6:1-8