Amava Engqondi 5:8 Ibhayibhile (XHO96)

Sukumangaliswa xa ubona abantu abahlelelekileyo becinezelwa, bengazelelelwa kummandla othile, bengenzelwa ubulungisa nokufanelekileyo. Kaloku igosa ngalinye livelelwa lelinye, aze ke xa ewomabini avelelwe ngamanye angentla kuwo.

Amava Engqondi 5

Amava Engqondi 5:2-12