Amava Engqondi 5:15 Ibhayibhile (XHO96)

Mhla wavela umntu uzalwa ngunina ezé;mhla andulukayo uhamba kwangolo hlobo eze ngalo.Kuko konke ukubulaleka kwakhe umntu apha emhlabeniumka engaphathanga nto ngesandla sakhe.

Amava Engqondi 5

Amava Engqondi 5:10-20