Amava Engqondi 5:1 Ibhayibhile (XHO96)

Lumka, ugqale ukunyathela kwakho xa usiya endlwini kaThixo. Xa usiya khona hamba ngeenjongo zokuphulaphula endaweni yokwenza amadini njengezityhakala ezingaziyo ukuba zenza ubugwenxa.

Amava Engqondi 5

Amava Engqondi 5:1-8