Amava Engqondi 4:10 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku xa omnye ethe wawa omnye unokuphakamisa ugxa wakhe. Mawoo ke lowo uyedwa xa athe wawa! Akukho bani unokumphakamisa.

Amava Engqondi 4

Amava Engqondi 4:1-11