Amava Engqondi 3:14 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiyazi ukuba yonke into eyenziwa nguThixo iya kuhlala ihleli; akukho nto inokongezwa kuyo, kungekho nto inokususwa kuyo. UThixo uyakwenza oku ukuze ahlonelwe ngabantu.

Amava Engqondi 3

Amava Engqondi 3:12-22