Amava Engqondi 3:11 Ibhayibhile (XHO96)

Into yonke uyimisele ixesha layo. Umntu yena umnike ulangazelelo lokuqonda nangamaxesha angamiselwanga. Kodwa ke umntu akafikeleli ekuyazini into eyenziwa nguThixo ukususela ekuqaleni kuye esiphelweni.

Amava Engqondi 3

Amava Engqondi 3:9-17