Amava Engqondi 2:25-26 Ibhayibhile (XHO96)

25. kuba kaloku ngaphandle kwakhe akukho mntu ungatyayo okanye onwabe.

26. Kaloku uThixo umnika ubulumko, ingqiqo, nokonwaba, loo mntu umkholisayo; kambe ke bona abagwenxa abanike uxanduva lokusebenza nzima, beqweba beqokelela ubutyebi, ukuze ke babunikezele kwabo bakholisa uThixo. Ngenene nale into ngamampunge, ifana nokusukelana nomoya.

Amava Engqondi 2