Amava Engqondi 2:21 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku umntu ebesenokuwenza umsebenzi wakhe ngobulumko, ingqiqo, nobuchule, kanti yonke loo nto abulaleke ngayo uza kuyishiya emntwini ongayisebenzelanga mpela-mpela! Ngenene nale into ngamampunge; imbi kunene!

Amava Engqondi 2

Amava Engqondi 2:12-26