3 Kayohane 1:11 Ibhayibhile (XHO96)

Mhlobo oyintanda, ungaze uyilinganise imikhwa emibi; uze ufunde umzekelo omhle. Wonke umntu owenza okulungileyo ngokaThixo. Kodwa lowo wenza okubi akakabonani noThixo.

3 Kayohane 1

3 Kayohane 1:8-15