Uyabona ke, uze uyitshabalalise indlu ka-Ahabhi, inkosi yakho; mna ke ndiya kuliphindezela igazi lezicaka zam abashumayeli, ndawonye nalo lonke igazi lezicaka zikaNdikhoyo elaphalazwa nguJezebhele.