2 Yookumkani 9:36 Ibhayibhile (XHO96)

Babuyela kuYehu bamxelela, waza wathi: “Oku kukuzaliseka kwelizwi elathethwa *nguNdikhoyo ngesicaka sakhe uEliya waseTishbhi esithi: ‘UJezebhele uya kudliwa zizinja entsimini yaseYizereli.

2 Yookumkani 9

2 Yookumkani 9:30-37