2 Yookumkani 9:34 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uYehu wangena endlwini, wafika watya wasela, waza wathi: “Nosenimjonga laa mfazi uqalekisiweyo, nize nimngcwabe, kuba kaloku yintombi yokumkani.”

2 Yookumkani 9

2 Yookumkani 9:32-37