2 Yookumkani 9:20 Ibhayibhile (XHO96)

Umlindi ubuye waxela wathi: “Isigidimi sihambe saya kufika, kodwa asibuyi. Ke ukuqhuba ngathi kukuqhuba kukaYehu unyana kaNimshi, ngokuba uqhuba oku kwephambana.”

2 Yookumkani 9

2 Yookumkani 9:17-23