2 Yookumkani 9:13 Ibhayibhile (XHO96)

Bakhawuleza ke bathatha iingubo zabo, bazandlala phantsi kwakhe apho esitupini. Baza bakhalisa isigodlo, bakhwaza bathi: “UYehu ngukumkani!”

2 Yookumkani 9

2 Yookumkani 9:10-18