2 Yookumkani 9:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ke yena uJezebhele uya kudliwa zizinja kweso siqithi somhlaba siseYizereli, kungabikho namntu uya kumngcwaba.’ ” Waza ke wavula umnyango, waphuma wabaleka.

2 Yookumkani 9

2 Yookumkani 9:7-11