2 Yookumkani 8:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani ke walanda loo ngcombolo apho kuye, waza ke wamchazela.Ngoko ke ukumkani wamnikezela kwesinye isicaka, wathi kuso: “Nika lo mfazi yonke into eyeyakhe, ndawonye nengeniso yomhlaba wakhe ukusukela kumhla walishiya eli lizwe kude kube namhlanje.”

2 Yookumkani 8

2 Yookumkani 8:5-7