2 Yookumkani 8:21 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke uYehoram waya eZayira nazo zonke iinqwelo zakhe. Ke amaEdom amrhawula kunye nezo njengele zeenqwelo, kambe ke yena wavuka ngobusuku, waphuncuka. Ke wona umkhosi wakhe wabaleka wagoduka.

2 Yookumkani 8

2 Yookumkani 8:20-28