2 Yookumkani 8:19 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke, ngenxa yesicaka sakhe uDavide, uNdikhoyo akamtshabalalisanga uJuda. Kaloku wayemthembise ngelithi womnika isibane ngoonyana bakhe yonke imihla.

2 Yookumkani 8

2 Yookumkani 8:9-20