2 Yookumkani 8:13 Ibhayibhile (XHO96)

UHazayeli uphendule wathi: “Kuxa ndingubani, ndiyinja nje, ukuba ndide ndenze into enjalo?”UElisha waphendula wathi: “UNdikhoyo undityhilele ukuba wena uza kuba ngukumkani wakwa-Aram.”

2 Yookumkani 8

2 Yookumkani 8:10-19