2 Yookumkani 7:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ke iphakathi awayethembele ngalo ukumkani lathi apha kumfo wakwaThixo: “Unotshe! Soze yenzeke into enjalo, nditsho nokuba uNdikhoyo ebenokwenza iifestile ezulwini.”UElisha waphendula wathi: “Le nto ndiyithethayo uza kuyibona ngala wakho amehlo, kambe kona ukutya soze ukufake kuloo mlomo wakho!”

2 Yookumkani 7

2 Yookumkani 7:1-6