2 Yookumkani 7:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ukumkani wamisa elaa phakathi wayethembele ngalo, lajongana nesango. Kambe ke abantu balixovula ngenyawo apho esangweni, laza lafa ngokomlomo womfo wakwaThixo, xa wayethetha nokumkani ngokuya wayeze endlwini yakhe.

2 Yookumkani 7

2 Yookumkani 7:15-20