2 Yookumkani 7:14 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke bakhetha iinqwelo ezimbini namahashe azo, waza ukumkani wazithumela ekhondweni lomkhosi wama-Aram, esithi: “Hambani niye kuqonda ukuba kuhle ntoni na.”

2 Yookumkani 7

2 Yookumkani 7:5-20