2 Yookumkani 6:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku kwakungekho mvano phakathi kokumkani wakwa-Aram nowakwaSirayeli. Wasuka ke wathetha-thethana namaphakathi akhe ukumkani wakwa-Aram, wathi: “Imikhosi yam ndoyimisa endaweni ethile.”

2 Yookumkani 6

2 Yookumkani 6:4-11