2 Yookumkani 6:31 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi: “UThixo makandohlwaye nokuba kuqatha kangakanani na ukuba ndithe namhlanje ndayiyeka ihleli kuye intloko kaElisha unyana kaShafati!”

2 Yookumkani 6

2 Yookumkani 6:27-33