2 Yookumkani 6:18 Ibhayibhile (XHO96)

Luthe xa luhlayo utshaba olo lusiza ngakuElisha, suka yena wathandaza kuNdikhoyo wathi: “Khawubethe aba bantu ngobumfama.”UNdikhoyo ke wabatsho baziimfama ngokwesicelo sikaElisha.

2 Yookumkani 6

2 Yookumkani 6:13-25