2 Yookumkani 6:11 Ibhayibhile (XHO96)

Le nto ke yamcaphukisa ukumkani wakwa-Aram, waza wabiza amaphakathi akhe, wathi: “Apha phakathi kwethu ngubani ongakumaSirayeli?”

2 Yookumkani 6

2 Yookumkani 6:3-20