2 Yookumkani 5:27 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke iqhenqa likaNahaman liya kuthi nca kuwe nakwisizukulwana sakho naphakade.”Ewe, uGehazi wathi esimka apho kuElisha wayeseleneqhenqa, emhlophe qhwa oku kwephepha!

2 Yookumkani 5

2 Yookumkani 5:17-27