2 Yookumkani 5:25 Ibhayibhile (XHO96)

Kamva ke wangena waya kwinkosi yakhe uElisha.UElisha wabuza ke wathi: “Uvela phi na, Gehazi?”UGehazi waphendula wathi: “Hayi, nkosi yam, isicaka esi sakho asiveli ndawo!”

2 Yookumkani 5

2 Yookumkani 5:18-27