2 Yookumkani 4:5 Ibhayibhile (XHO96)

Bahlukana ke, waza wazivalela noonyana bakhe apho endlwini. Bazizisa kuye iingqayi, waza ke yena wamana ezizalisa ngamafutha omnquma.

2 Yookumkani 4

2 Yookumkani 4:1-9