2 Yookumkani 4:36 Ibhayibhile (XHO96)

UElisha wayalela uGehazi wathi: “Khawubize umShunemikazi lowo!” Wambiza ke, kwathi akuba efikile wathi: “Thatha, nanko unyana wakho!”

2 Yookumkani 4

2 Yookumkani 4:27-42