2 Yookumkani 4:26 Ibhayibhile (XHO96)

Yiya kumhlangabeza, ufike ubuze uthi: ‘Uphila njani? Usaphila umyeni wakho? Umntwana yena uphilile?’ ”“Hayi noko konke nje kulungile,” waphendula watsho.

2 Yookumkani 4

2 Yookumkani 4:21-27