2 Yookumkani 3:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uMesha ukumkani waseMowabhi wayefuye iigusha, erhuma kukumkani wakwaSirayeli ngekhulu lamawaka amatakane nangoboya beenkunzi zeegusha ezilikhulu lamawaka.

2 Yookumkani 3

2 Yookumkani 3:1-14